Senza i-Firefox. Uyenza eyakho.

Ifitsha oyithanda. Ubungasese obuthembayo. Eyona Firefox ikhastomayizekayo ye-Android ngoku

Thumela i-Firefox kwi-smartphone okanye kwi-tablet yakho

Yifumane kwiGoogle Play

Yeyakho ngokukhethekileyo

Yi-Firefox kuphela eye-Android inikela oku ngeendlela ezininzi ukwenza
ibhrawuza yakho ephathwayo fumana amava wakho ngokwenene.

Ukwabelana okusemgangathweni kubo bonke

Eyona ndlela isebenzisekayo yokwabelana ngayo nantoni na. IQuick Share ikhumbula ezona app zisandul' ukusetyenziswa ukukunceda ukwenza igama libe yile nto uyifunayo.

Bona indlela esebenza ngayo
Share anything from the Web, using your favorite social sharing apps, directly from within Firefox for Android.
Share anything from the Web, using your favorite social sharing apps, directly from within Firefox for Android.

Zonke ozithandayo, eziphambili naphakathi

Khastomayiza iiphaneli zeHome ngaso nasiphi na isiqulatho seWebhu osifunayo uze ufikelele iifidi ozithandayo ne-mdash; njengeInstagram nePocket Hits —

Bona indlela esebenza ngayo
Add your favorite feeds, like Instagram, to your Firefox for Android home panel for instant access. Add Pocket Hits to keep your saved articles and blog posts at your fingertips. You can even add 101 Cookbooks and other feeds — whatever it is that you use most.
Add your favorite feeds, like Instagram, to your Firefox for Android home panel for instant access.

Ukuchukumisa ngobuqu

Bonisa iiphaneli zakho zeHome ngalo naluphi na ulungelelwano olufunayo okanye wongeze, ufihle uze uzicime njengoko ubona kufanelekile ukuze ugcine ezo uzithandayo zikufutshane kakhulu.

Funda okungakumbi
After adding content to your home panel, you can customize things further by choosing how the content is displayed.
After adding content to your home panel, you can customize things further by choosing how the content is displayed.

Funda ze ugcine amanqaku lula

Nandipha amava amnandi ngakumbi okufunda ngeReader View neReading List. Fikelela amanqaku akho agciniweyo kwanaxa ungekho kwi-intanethi.

Funda ngakumbi ngeReading List
Funda ngakumbi ngeReader View
Enjoy a more pleasant reading experience with Reader View and Reading List.
Enjoy a more pleasant reading experience with Reader View and Reading List.

Tshintsha ulwimi lwakho

Tshintsha ulwimi lwebhrawuza lula nangokukhawulezayo, ngaphandle kokuba utshintshw iisetingi zakho kuso sonke isixhobo sakho okanye uqalele ibhrawuza yakho.

Funda okungakumbi
Change the display language in Firefox for Android without changing your phone’s language settings.
Change the display language in Firefox for Android without changing your phone’s language settings.

Yithathe uyise kwiskrini esikhulu

Thumela ividiyo nesiqulatho neWebhu ngokusuka kwismartphone okanye itablet kuyo nayiphi na ithivi ekwaziyo ukustrima

Funda okungakumbi
Send video content from Firefox for Android to any TV with supported streaming capabilities. Tap the screencast icon in the lower left corner of a video to begin playing it on your TV. Watch the content from your phone on your big screen TV.
Send video content from Firefox for Android to any TV with supported streaming capabilities.

Gcina inkcazelo yakho yangasese injalo

Siyakholelwa ukuba inkcazelo yakho yobuqu yeyakho qha. I-Firefox ye-Android izaliswe ngeempawu ukuyinceda ihlale ngolo hlobo.

  • uBhrawuzo Lwabucala nge
    uKhuseleko Lokutreka

    Bhrawuza ngaphandle kokuba nembali yakho, ukhangelo okanye iikuki ezigciniweyo, uze ubhloke abanye abantu abafihliweyo bangakulandeli kuyo yonke iWebhu.

    Funda ngakumbi ngoBhrawuzo Lwabucala
  • Cima imbali

    Cima imbali yakho yokubhrawuza, iiphaswedi nezinye izinto ngokucofa kanye. Khetha idatha yangasese ofuna ukuyisusa nanini ufuna ukwenjenjalo.

    Funda indlela yokucima imbali yakho
  • Ukubhrawza ulindwendwe

    Yabelana ngebhrawza yakho nabahlobo nentsapho ngaphandle kokuxhalaba ukuba omnye uza kubona into eyenziwa ngomnye kwihare your browser-intanethi

    Funda indlela yokwabelana ngebhrawza

Ungaze ushiye ikhaya ngaphandle kokuba kuNgqamaniso

Phatha iiphaswedi, iibhukmakhi, iithebhu ezivulekileyo nezinye izinto zakho naphi na apho uya khona. Sebenzisa uNgqamaniso kwismartphone okanye itableti yakho ukuze ufikelele nantoni na oyifuna kwidesktopu yakho — njalo njalo — ngaphandle kokufuneka ukhumbule ii-URL.

Funda ngakumbi ngongqamaniso

Khetha i-Firefox.