Ingathi usebenzisa inguqulelo endalana yeFirefox.

Inguqulelo entsha yeSayinki isebenza kuphela nengququlelo yangoku yeFirefox

Ungqamaniso yenye nje yeefitsha eziphakamileyo oyakuyifumana kuphela kwi-Firefox.

Ngoku ngqamanisa iFirefox ne-iOS yakho nezixhobo ze-Android

Isistim yakho isenokungazifikeleli iimfaneleko zeFirefox, kodwa ungazama enye yezi ndidi:

Inkqubo yakho ayihambelani neemfuno ze-zokusebenzisa iFirefox.

Inkqubo yakho ayihambelani neemfuno ze-zokusebenzisa iFirefox.

Please follow these instructions to install Firefox.

Ukuba yiMfihlelo kweFirefox

Qalisa ukuSayinka ngalemigaqo mine ilula:

  1. Vula ienyu phezulu ekunene kweFirefox uze ukhethe " Sayina kuNgqamaniso.
  2. Cofa “Qalisa” kwithebhu evulekayo.
  3. Faka idilesi yeimeyile nepasiwedi “ukuyila iakhawunti yeFirefox.
  4. Cofa “okulandelayo” ukufumana ingqinisekiso ethunyelwe kwi-imeyile yakho.

Emva kokutshekisha iimeyile zakho uze ucofe ilinki yokuqinisekisa, uyakube ukulungele ukuqala! Iirefox iyakukusayinka ngokwayo emfihlakalweni ukususela ngoko.

Uyiseta njani isayinke ngemigaqo emihlanu elula:

  1. Betha i Menyu qhosha (ngaphantsi kweskrini okanye ekoneni yebhrawuza esekunene phezulu).
  2. Khetha iisethingi (kungafuneka ubethe ngakumbi kuqala).
  3. Betha iSayinki uze wandule Ukuqalisa .
  4. I Idala ikhasi leAkhawunti yeFirefox ivuleke kwithebhu entsha.
  5. Gcwalisa ifomu uze ucofe kulandele .

Emva kokutshekisha imeyile yakho wandule ukucofa ilinki yokuqinisekisa, uyakube ukulungele ukuqhubeka! Ungalibali ukuqhagamshelana nazo zonke iidivayisi zakho ukufumana okuninzi ngeSayinki.

Sayinka kancinci. Sayinka kakhulu.

Ukhetha zeziphi iindawo zeFirefox yakho ofuna ukuzisayinka nalapho ufuna ukuzisayinka khona. Thatha iithebhu zakho ezivulelekileyo kuhambo lwakho lwemihla ngemihla. Fikelela kwiibhukhimakhi zakho emsebenzini. Nantonina, naninina, naphina.

Ekhaya

Suka edesikeni uye esofeni ungakhange utsibe bhithi. Fikelela kwiithebhu zakho ezivulekileyo kwismartphone sakho, okanye uqhubeleke ubhrawuza iibhukhimakhi zakho kanye kwithablet yakho.

Emsebenzini

Hlala uqagamshelana nazo zonke iinkcukacha zakho ezibalulekileyo. Sayinka iphasiwedi neebhukhimakhi onokufuna ukufikelela kuzo naninina. Njenge Firefox, ikhuselekile kangangoko.

Eluhambeni

Zigcine usemgceni nesayithi zakho ozithandayo, okanye gqiba elabali uliqalileyo ekhaya - naphina uyakhona. NgeSayinki, akuzange kubelula kangaka.

Fumana i-Firefox naphi na

Yifumane kwiGoogle Play Khuphela kwiVenkile ye-App