Izinikezele kuwe, kubungasese bakho kwaye ivula iwebhu

Isistim yakho isenokungazifikeleli iimfaneleko zeFirefox, kodwa ungazama enye yezi ndidi:

Inkqubo yakho ayihambelani neemfuno ze-zokusebenzisa iFirefox.

Inkqubo yakho ayihambelani neemfuno ze-zokusebenzisa iFirefox.

Please follow these instructions to install Firefox.

Ukuba yiMfihlelo kweFirefox
IFirefox yakho ihlaziyiwe. Ifuna uncedo nangantonina?

Yenziwe ngenjongo yokubeka wena phambili

Eyona nkampani yeintanethi ithembekileyo yobungasese

Khangela ukuba yintoni na eyenza ukuba iFirefox ibe yeyona bhrawuza ithembekileyo kwiwebhu

Isebenza ngendlela osebenza ngayo

Indlela oyisebenzisa ngayo iwebhu yeyodwa. IFirefox iyakuvumela ukuba uyitshintshe ibe nokuhambelana. Susa ongayisebenzisiyo, ugcine oyisebenzisayo uze uyibeke naphi na apho ufunayo.

Ikhawuleza kakhulu kwinto oyenzayo

IFirefox yachongwa ”njengekumkani yesantya” kuthelekiso oluzimeleyo nakwiimvavanyo zomgangatho wokusebenza nezinye iibhrawuza. Yonga ixesha wenze nantoni na ngokukhawuleza kunangaphambili.

Firefox
392
Opera Next
329
Chrome
326
Internet Explorer 10
182
Opera
147
* Ngokweziphumo zeTom’s Hardware Web Browser Grand Prix XVI

Khangela ukuba yintoni na eyenza ukuba iFirefox ibe yeyona ikhawuleza kakhulu