Izinikezele kuwe, kubungasese bakho kwaye ivula iwebhu
Khuphela iFirefox — isiXhosa
Isistim yakho isenokungazifikeleli iimfaneleko zeFirefox, kodwa ungazama enye yezi ndidi:
Khuphela iFirefox — isiXhosa
Inkqubo yakho ayihambelani neemfuno ze-zokusebenzisa iFirefox.
Inkqubo yakho ayihambelani neemfuno ze-zokusebenzisa iFirefox.
Please follow these instructions to install Firefox.
- Khuphela iFirefox
- Khuphela iFirefox
- Khuphela iFirefox
- Khuphela iFirefox
- Khuphela iFirefox
- Khuphela iFirefox
- iFirefox kwi-Android
- iFirefox kwi-iOS
Yenziwe ngenjongo yokubeka wena phambili
Sisoloko siyila iFirefox ukukhusela nokuhlonela ingcaciso yakho yabucala. Seso sizathu esibangela ukuba sizingce ngokuvotelwanjengeyona Nkampani yeintanethi ithembekileyo kubungasese.
Khangela ukuba yintoni na eyenza ukuba iFirefox ibe yeyona bhrawuza ithembekileyo kwiwebhu
Isebenza ngendlela osebenza ngayo
Indlela oyisebenzisa ngayo iwebhu yeyodwa. IFirefox iyakuvumela ukuba uyitshintshe ibe nokuhambelana. Susa ongayisebenzisiyo, ugcine oyisebenzisayo uze uyibeke naphi na apho ufunayo.
Ikhawuleza kakhulu kwinto oyenzayo
IFirefox yachongwa ”njengekumkani yesantya” kuthelekiso oluzimeleyo nakwiimvavanyo zomgangatho wokusebenza nezinye iibhrawuza. Yonga ixesha wenze nantoni na ngokukhawuleza kunangaphambili.
- Firefox
- 392
- Opera Next
- 329
- Chrome
- 326
- Internet Explorer 10
- 182
- Opera
- 147
Khangela ukuba yintoni na eyenza ukuba iFirefox ibe yeyona ikhawuleza kakhulu