Ukhuseleko olungakumbi.
Olona khuseleko lungakumbi
Kuphela lufumaneka kuFirefox.

Ukuze uzame ukuBhrawuza kwaBucala okutsha, dawnlowuda iFirefox.

Isistim yakho isenokungazifikeleli iimfaneleko zeFirefox, kodwa ungazama enye yezi ndidi:

Inkqubo yakho ayihambelani neemfuno ze-zokusebenzisa iFirefox.

Please follow these instructions to install Firefox.

Ukuba yiMfihlelo kweFirefox

IFirefox yakho ayikho sexesheni. Dawnlowuda uhlobo lwamvanje usebenzisa uBhrawuzo lwaBucala.

Ayikho enye ibhrawza ekunika ulawulo olungakumbi kuphawu lwakho lwenyawo lwedijithali.

Ukubhrawuza kwangasese

I-Firefox ayisayi kuzigcina izinto ezifana nembali yakho yokubhrawza, ukhangelo okanye iikhukhi, kodwa iya kugcina iibhukmakhi ezintsha neefayile ozidawnlowdayo.

InoKhuseleko Lokutreka.

Nciphisa ukukwazi kwabanye abantu abangabonakaliyo ukutreka ukubhrawza kwakho kwiisayithi ezininzi.

Funda ngakumbi ngoBhrawuzo Lwabucala

  • Ukunciphisa umzila wakho wedijithali

    Ukhuseleko Lokutreka luthintela iinkampani ze-Intanethi ekukulandeleni kwiWebhu

  • Ukubhankisha kwi-Intanethi kwisixhobo ekwabelwana ngaso okanye ikhompyutha

    Igama lomsebenzisi nephasweni yakho alizi kugcinwa

  • Ukukunceda uplane ukothusa umntu, njengomhla wokuzalwa okanye uhambo

    Akakho umntu onokubona imbali yakho yokubhrawza

IZiko loLawulo liyakugquma

Xa ubona ishildi ekhohlo kwebha yedilesi, oku kuthetha ukuba iFirefox iyakukhusela kwabo basenokukutreka. Unokuyekisa uKhuseleko lokuTreka kwisayithi enye, okanye uyicime ngokupheleleyo. Kuxhomekeke kuwe.

Yizame ngoku ukuze uhlale ulawula

Zama Ukubhrawuza kwaNgasese